COUNCIL MEETING NOTICE

 In council

The Municipal Manager of Chris Hani District Municipality as duly instructed by the Council Speaker Cllr. Mxolisi Koyo hereby gives notice in terms of Section 19(a) of the Municipal Systems Act, Act 32 of 2000 as amended, that a council meeting of Chris Hani District Municipality as per the calendar of meetings be held on 23 August 2017 at 11h00 at Gali Thembani Youthcare Centre (JJ Serfontein), Madeira Park, Queenstown.
The public is invited to attend the open session. 

INTLANGANISO YEBHUNGA

uManejala ka masipala wesithili iChris Hani njengoko eyalelwe nguSomlomo webhunga u Cllr. Mxolisi Koyo, bazisa, ngokwe Candelo 19 (a) lo Mthetho olawula ukusebenza kooMasipala, Act 32 of 2000, ngentlanganiso yebhunga lesithili iChris Hani ngokuqulathwe sisicwangciso sentlanganiso yonyaka ovunyiweyo iyakubanjwa ngo Lwesithathu umhla wama 23 August kunyaka ka 2017 ngentsimbi yeshumi elinanye. Indawo yiGali Thembani Youthcare Centre neyayisayakwaziwa njenge (JJ Serfontein) eMadeira Park kuKomani.

Uluntu lonke luyamenywa kwi ngxoxo evulelekileyo.
Issued by Municipal Manager
M.A. MENE

15 Bells Road, Queenstown, 5320
Private Bag X7121, Queenstown 5320
Tel: 0458084600
Fax: 0458081556
communications@chrishanidm.gov.za

 

 

Recent Posts

Leave a Comment

Contact Us

We're not around right now. But you can send us an email and we'll get back to you, asap.

X