Skip to content Skip to right sidebar Skip to footer

2022-2027 IDP STAKEHOLDERS NOTICE

      2022-2027 CHDM & ITS LM’s INTEGRATED DEVELOPMENT PLAN PROCESS

The Municipal Systems Act No, 32 of 2000, Chapter 5, Sec 25 requires Municipalities to develop Integrated Development Plan (IDP). Chapter 4 of the same MSA No 32 of 2000 which stresses Community Participation further makes provision for municipalities to establish Appropriate Mechanism, Processes and Procedures to enable the local community to participate in the affairs of the Municipality.

In complying with the legislation Chris Hani District Municipality, together with its local Municipalities (Enoch Mgijima, Intsika Yethu, Sakhisizwe, Engcobo, Inxuba Yethemba and Emalahleni) are in the process of developing their 5 year IDP for the period 2022 to 2027. The Chris Hani District Municipality together with its local municipalities will be establishing the IDP/Budget/PMS Representative Forums which comprise of all relevant Stakeholders i.e. Traditional Leaders, Community Leaders, Civic Society Members, NGO’s, CBO’s, Pressure/Advocacy Groups, Representatives of interested Groups, Old Age Group, Representatives of Political Parties, Sector Departments and other interested Stakeholders interested about development of the Chris Hani District Municipality Jurisdiction.

This notice seeks to request that should any organisation or interested party wishes to participate in the IDP Processes of Chris Hani District Municipality and its Local Municipalities to please contact the relevant person on the list below so that your Organisation/ Name can be added on the list of Stakeholders of IDP/Budget/PMS Stakeholders.

ISAZISO

INKQUBO YOKUQULUNGA ISICWANGCISO SOPHUHLISO OLUNXULUMANISIWEYO SONYAKA KA 2022-2027

Ngoko Mthetho weNkqubo zikaMasipala (2000) ooMasipala bamele benze isicwangciso Sophuhliso Olunxulumanisiweyo (IDP). Isahluko 4 kwakulo mthetho woMasipala (2000) usinikela imigaqo emayilandelwe khonukuze abahlali kunye nomphakathi wengingqi ukwazi ukuthabatha inxaxheba kwimicimbi kaMasipala.

Ekuzalisekiseni nalomgomo womthetho ungasentla, UMasipala wesithili saseChris Hani kunye nomasipalathi bakhe abangaba (Enoch Mgijima, Intsika Yethu, Engcobo, Emalahleni, Inxuba Yethemba kunye neSakhisizwe) baqalisa inkqubo yokuqulunga Isicwangciswa Sophuhliso olunxumanisiweyo  sika 2022-2027.

Umasipala wesithili oyi Chris Hani kwakunye nomasipala abakulengingqi banqwenela ukuseka intlanganiso yenkokheli zoluntu zindlu zonke okokuba zibengamalungu kulentlangano ye Rep Forum, Indlu yasebukhosini, Inkokheli zabahlali, Iqumhlu lombutho wabadala, Imibutho engeyokarhulumente, Imibutho yabahlali, Imibutho yozoPolitiko kwakunye nabo bonke abantu abamdla kwezophuhliso lalengqingqi yase Chris Hani.

Ukuba umbutho wakho unqwenela ukuthabatha inxaxheba kule nkqubo, uyacelwa okokuba uqhakamishelane nomntu kulomasipalathi ukufutshane kuwo apha kulamagosa abhalwe ngezantsi khonukuze ubhaliswe ubelilungu le IDP Rep Forum.

Municipality Official Contact
1. Chris Hani District Municipality Mr. N. Gobeni 045 807 4800
2. Enoch Mgijima Local Municipality 1Ms Z. Jam-Jam 045 807 2746
3. Intsika Yethu Local Municipality Mr. K. Maceba 047 874 5213
4. Engcobo Local Municipality Mr. Z. Xuba 047 548 1803
5. Emalahleni Local Municipality Mr. N. Mntuyedwa 047 878 0020
6. Sakhisizwe Local Municipality Mr. M.M. Pamla 047 877 0167
7. Inxuba Yethemba Local Municipality Ms Q. Mfobo 048 801 5000

 

For more information contact the CHDM Senior Manager Planning & Development  Mr. N. Gobeni 56/7 Tylden Street Komani 5320 

Email: ngobeni@chrishanidm.gov.za or alternatively wtengela@chrishanidm.gov.za

Tel:  (045) 807 4800 during office hours (07H45 am to 16H30 pm)

Issued by CHDM Municipal Manager Mr G. Mashiyi