Skip to content Skip to right sidebar Skip to footer

iRight-to-Care unikezela ngezimoto ukuncedisa kumcimbi wolwaluko kwi ngigqi yeChris Hani

uSomlomo kaMasipala iChris Hani, Cllr Jongumzi Cengani, kunye noSihlalo Wendlu yeeNkosi eChris Hani, uNkosi Daluxolo Jezile bamkele iinqwelo mafutha ezimbini ezisuka kumbutho weSisa iRight-to-Care esebenzisana kakhulu nendlu yenkosi yephondo leMpuma Koloni. Lombutho unikezela ngezimoto ukongeza kwezi ntandathu esele zinikezelwe ukuncedisa kumcimbi wolwaluko kwi ngigqi yeChris Hani khon’ ukuze kuqinisekiswe ukuba abantwana baya bephila babuye bephila.