Skip to content Skip to right sidebar Skip to footer

Author: Bonga Kubukeli

Chris Hani District Heritage

uMasipala wesithili iChris Hani ebambisene ne Sebe Lezemidlalo, Inkcubeko noBugcisa noMasipala iEnoch Mgijima, kunye neKomkhulu iZulukama basingathe umsitho wokubhiyozela amagugu, amasiko, inkcubeko yethu kwanobugcisa. Lomsitho, ugxile ekwakheni isizwe esingcono nalapho abantwana bezikolo abathe bagqwesa kukhuphiswano lokubhala obelubanjiwe bazakuthi bawongwe. Iinkonzo zikarhulumente zamasebe ngamasebe zisondezwe kufutshane eZulukama khona ukuze uluntu luxhamle kuzo. Lo msitho ubanjelwe eHewu, kwi Nqila yaseZulukama, phantsi kobukhosi buka Zimena, Aah Wongalesizwe!
Uluntu lonke luphume ngobu ninzi lubaze iindlebe kwintetha yosuku ayathulwe ngu Tata uLuyiso Nqevu- othe wanikeza imbali nge nkcubeko yethu phantsi komxholo othi “Mazibuye ezakowethu”.

DAY 2: National Council of Provinces Oversight Visit

National Council of Provinces Oversight Visit to Chris Hani District Municipality / Eastern Cape Province.
As part of the Parliament’s #ProvincialWeek, today the delegation is visiting Fikile Gwadana Road, Chris Hani Fresh Produce Pack House, Queendustria Electricity Sub-station, Louis Rex Primary School and Waste Water Treatment Works.
#LeaveNoOneBehind
#CHDMAtWork

DAY 1: NCOP OVERSIGHT VISIT

The delegation from National Council of Provinces led by the Deputy Executive Mayor, Cllr Noncedo September – Caba visited the Tsomo Water Treatment Works, in Tsomo, under Intsika Yethu Local
Municipality. The purpose of the visit was to engage the district on challenges related to water provision and infrastructure.